iZenzo 26:17-18
iZenzo 26:17-18 CXB24
ndikuhlangula ebantwini nasezintlangeni, endikuthumela kuzo ngoku; ukuba uvule amehlo abo, ukuze babuye ebumnyameni, beze ebumhlotsheni; babuye egunyeni likaSathana, beze kuThixo; ukuze bamkele uxolelo lwezono, nelifa phakathi kwabangcwalisiweyo, ngokukholwa kum.