KwabaseKorinte 2 13:11
KwabaseKorinte 2 13:11 CXB24
Elokugqiba, bazalwana, ndithi, Hambani kakuhle. Yibani ngabafezekileyo, thuthuzelekani, cingani nto-nye, hlalani ngoxolo; waye uThixo wothando noxolo uya kuba nani.