YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1 的热门经文

1

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

ndikholose ngayo le nto, yokuba lowo wawuqalayo ngaphakathi kwenu umsebenzi olungileyo, wowufeza, ide ibe yiloo mini kaYesu Kristu

对照

探索 KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:6

2

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:9-10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndithandazela ke oku, ukuba uthando lwenu luphuphume ngakumbi nangakumbi ekwazini nasekucingeni konke, ukuze nizicikide izinto eziziincamisa; ukuze nibe msulwa, ningabi nasiphako, ide ibe yiloo mini kaKristu

对照

探索 KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:9-10

3

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba kum mna, ukudla ubomi kunguKristu, ukufa kuyinzuzo.

对照

探索 KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:21

4

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndiyambulela uThixo wam xa ndinikhumbula.

对照

探索 KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:3

5

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:27

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuphela nje ihambo yenu mayibe njengokufanele ukuzishumayela iindaba ezilungileyo zikaKristu; ukuze, nokuba ndithe ndeza kunibona, nokuba ndingekhoyo, ndive iindaba zenu, ukuba nimi moyeni mnye, nicinga nto-nye, nizama ukholo lwenu, ivangeli

对照

探索 KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:27

6

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

kuye ngokulangazelela nangokuthemba kwam, ukuba andiyi kudaniswa nganto; uya kusuka ngako konke ukungafihlisi, njengokwamaxesha onke, athi nangoku enziwe mkhulu uKristu emzimbeni wam, nokuba na kungobomi, nokuba kungokufa.

对照

探索 KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:20

7

KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:29

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kaloku naninikwe igunya ngenxa kaKrestu, ukuze ninganeli kukholwa kuye kuphela, koko nive ubunzima ngenxa yakhe

对照

探索 KwabaseFilipi KwabaseFilipi 1:29

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频