1
uYohane uYohane 19:30
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Xa ngoko uYesu wabeyamkele iviniga, wathi, Kugqityiwe! Wathoba intloko, wawunikela umoya wakhe.
对照
探索 uYohane uYohane 19:30
2
uYohane uYohane 19:28
Emveni koko, uYesu, esazi ukuba zonke izinto sezifezekile, ukuze sifezeke isibhalo, wathi, Ndinxaniwe.
探索 uYohane uYohane 19:28
3
uYohane uYohane 19:26-27
uYesu ngoko, akumbona unina, naye umfundi abemthanda emi khona, uthi kuye unina, Mfazi, nanko unyana wakho! Aze athi kumfundi lowo, Nanko unyoko! Wathi kwakwelo lixa loo mfundi wamthabatha, wamsa ekhayeni lakhe.
探索 uYohane uYohane 19:26-27
4
uYohane uYohane 19:33-34
Kodwa akufika kuYesu, akubona ukuba uselefile, akayaphula imilenze yakhe. Lesuka elinye isoldati lamhlaba ngomkhonto ecaleni, kwaoko kwaphuma igazi namanzi.
探索 uYohane uYohane 19:33-34
5
uYohane uYohane 19:36-37
Ezo zinto zenzeka ukuze isibhalo sizaliseke esithi, Akuyi kwaphulwa thambo lakhe. Kanjalo nesinye isibhalo sithi, Baya kukhangela kulowo bamhlabileyo.
探索 uYohane uYohane 19:36-37
6
uYohane uYohane 19:17
Waphuma ethwele umnqamlezo wakhe waya kwindawo ekuthiwa yiNdawo yoKhakhayi, leyo kuthiwa ngesiHebhere yiGolgota
探索 uYohane uYohane 19:17
7
uYohane uYohane 19:2
Aza amasoldati aluka isithsaba sameva, ambeka entloko, amnxiba ingubo ebomvu
探索 uYohane uYohane 19:2
主页
圣经
计划
视频