1
KumaGalati KumaGalati 4:6-7
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ngokuba ke ningoonyana, uThixo wamkhupha uMoya woNyana wakhe, weza ezintliziyweni zenu, edanduluka esithi, Abha, Bawo. Ngoko ke akusengumkhonzi, ungunyana; ukuba ke ungunyana, ukwayindlalifa kaThixo ngoKristu.
对照
探索 KumaGalati KumaGalati 4:6-7
2
KumaGalati KumaGalati 4:4-5
Lithe ke lakuzaliseka ixesha, uThixo wamkhupha weza uNyana wakhe, othe wazalwa ngumntu oyinkazana; ukuze abakhulule ngokubathenga abaphantsi komthetho, ukuze sikuzuze ukwenziwa oonyana.
探索 KumaGalati KumaGalati 4:4-5
3
KumaGalati KumaGalati 4:9
Ngoku ke, nakuba nimazile uThixo, hayi kanye mandithi, nakuba naziwe nguThixo, nenza ntoni na ukubuya niguqukele kwiziqalelo ezingenamandla, ezingenaluncedo, enithanda ukubuya nikhonze zona ngokutsha?
探索 KumaGalati KumaGalati 4:9
主页
圣经
计划
视频