YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KumaGalati KumaGalati 2 的热门经文

1

KumaGalati KumaGalati 2:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndibethelelwe emnqamlezweni noKristu; ingendim, ke nguKristu oselesidla ubomi kum. Ubomi ke endibudlayo ngoku, ndisenyameni, ndibudlela ekukholweni kuNyana kaThixo, owandithandayo, wazinikela ngenxa yam.

对照

探索 KumaGalati KumaGalati 2:20

2

KumaGalati KumaGalati 2:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Andilutshitshisi ubabalo lukaThixo; kuba, ukuba bungomthetho ubulungisa, oko uKristu angaba wafumana wafa.

对照

探索 KumaGalati KumaGalati 2:21

3

KumaGalati KumaGalati 2:15-16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Thina singamaYuda ngemvelo, singengabo aboni beentlanga; sisazi nje ukuba umntu akagwetyelwa ngokwasemisebenzini yomthetho; kungokukholwa kuYesu Kristu, nathi sakholwa kuYesu Kristu, ukuze sigwetyelwe ngokwaselukholweni lukaKrestu, kungabi ngokwasemisebenzini yomthetho; kuba ngokwasemisebenzini yomthetho akuyi kugwetyelwa nyama.

对照

探索 KumaGalati KumaGalati 2:15-16

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频