YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

iZenzo iZenzo 9 的热门经文

1

iZenzo iZenzo 9:15

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yathi ke kuye iNkosi, Hamba uhambe; ngokuba lowo usisitya esinyuliweyo kum, sokuphatha igama lam phambi kweentlanga, nookumkani, noonyana bakaSirayeli

对照

探索 iZenzo iZenzo 9:15

2

iZenzo iZenzo 9:4-5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wawa emhlabeni, weva ilizwi lisithi kuye, Sawule, Sawule, unditshutshiselani na? Wathi ke yena, Ungubani na, Nkosi? Ithe ke iNkosi, Mna ndinguye uYesu omtshutshisayo wena; wenzakala ukuba ukhabe iimviko nje.

对照

探索 iZenzo iZenzo 9:4-5

3

iZenzo iZenzo 9:17-18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wemka ke uHananiya, waya kungena endlwini; Wabeka izandla phezu kwakhe, wathi, Sawule, mzalwana, indithumile iNkosi uYesu, ebonakeleyo kuwe endleleni oze ngayo, ukuze ubuye ubuye ubone, uzaliswe nguMoya oyiNgcwele. Kwangoko kwawa emehlweni akhe okungamaxolo, wabuya wabona kwaoko, wavuka, wabhaptizwa.

对照

探索 iZenzo iZenzo 9:17-18

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频