YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

iZenzo iZenzo 5 的热门经文

1

iZenzo iZenzo 5:29

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waphendula ke uPetros nabapostile, bathi, Simelwe kukuthi sive uThixo kunokuba sive abantu.

对照

探索 iZenzo iZenzo 5:29

2

iZenzo iZenzo 5:42

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Baye bangayeki ukufundisa nokushumayela iindaba ezilungileyo zikaYesu Kristu, imihla yonke etempileni, nasemizini ngemizi.

对照

探索 iZenzo iZenzo 5:42

3

iZenzo iZenzo 5:3-5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Uthe ke uPetros, Hananiya, kungani na ukuba uSathana azalise intliziyo yakho, ukuba umxokise uMoya oyiNgcwele, ushinte kulo ixabiso lomhlaba? Xa ihleliyo, ibingeyakho na? Wakuba uyithengisile, ibingabisemandleni akho na? Yini na ukuba uyibeke le nto entliziyweni yakho? Akuxoke ebantwini, uxoke kuThixo. Ewavile ke uHananiya la mazwi, wawa, waphuma umphefumlo; kwabakho ukoyika okukhulu kubo bonke ababezivile ezi zinto.

对照

探索 iZenzo iZenzo 5:3-5

4

iZenzo iZenzo 5:38-39

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kungoku ke ndithi kuni, Khwelelani kwaba bantu nibayeke; ngokuba eli cebo, nalo msebenzi, ukuba lingaba lelabantu, lotshitsha. Ukuba ke lelikaThixo, aninakulitshitshisa; hleze nifunyanwe ningabalwa kwanoThixo.

对照

探索 iZenzo iZenzo 5:38-39

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频