1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:8
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Unako ke uThixo ukuphuphumisela kuni ubabalo lonke; ukuze nithi, nihlala ninako nje ukwanela konke ngeendawo zonke, niphuphumele emsebenzini wonke olungileyo
对照
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:8
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:7
Elowo makanike njengoko agqibe ngako entliziyweni; kungabi ngokuphuma kabuhlungu, nangokunyanzelwa; kuba uThixo uthanda umphi ochwayithileyo.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:7
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:6
Nditsho ke ukuthi, Lowo uhlwayela ngokuvimba wovuna kwangokuvimba; nalowo uhlwayela ngesisa wovuna kwangesisa.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:6
4
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:10-11
Lowo unika imbewu umhlwayeli wokulungiselela isonka sokudla kwenu, aphinde ayandise imbewu yenu, andise isiqhamo sobulungisa benu; nithi ngeendawo zonke nityetyiselwe ekunyaniseni konke, kona kusebenzayo ngathi umbulelo kuThixo.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:10-11
5
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:15
Makubulelwe ke kuThixo ngenxa yesipho sakhe esingathethekiyo.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 9:15
主页
圣经
计划
视频