1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 11:14-15
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ke akummangaliso oko; kuba noSathana ngokwakhe uzimilisa okwesithunywa sokukhanya. Ngoko ke akunto inkulu ukuba nabalungiseleli bakhe bazimilise okwabalungiseleli bobulungisa; abasiphelo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.
对照
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 11:14-15
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 11:3
Ndiyoyika ke, hleze kuthi, njengokuba inyoka yamlukuhlayo uEva ngobuqhetseba bayo, zonakaliswe ngokunjalo nani iingqiqo zenu, zimke ekunyaniseni kuye uKristu.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 11:3
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 11:30
Ukuba ndimelwe kukuqhayisa, ndoqhayisa ngezinto zokuswela amandla kwam.
探索 KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 11:30
主页
圣经
计划
视频