YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3 的热门经文

1

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Anazi na ukuba niyitempile kaThixo? Anazi na ukuba uMoya kaThixo umi ngaphakathi kwenu?

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:16

2

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba akukho namnye unako ukubeka litye limbi lesiseko, nxamnye nelo libekwe kade, linguYesu onguKristu.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:11

3

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko ke lowo utyalayo akalutho, nalowo unkcenkceshayo akalutho; ke nguThixo okhulisayo.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:7

4

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:9

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba singabasebenzi kunye noThixo; intsimi kaThixo nina, nisisakhiwo sikaThixo.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:9

5

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:13

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Umsebenzi walowo nalowo wobonakalaliswa; kuba loo mini iya kuwazisa, ngokuba iya kuvela inomlilo; nomsebenzi walowo nalowo, umlilo uya kuwucikida ubunjani bawo

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:13

6

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Lowo utyalayo ke, nalowo unkcenkceshayo, banto-nye; kodwa elowo uya kwamkela owakhe umvuzo ngokukokwakhe ukubulaleka.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:8

7

KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:18

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Makungabikho namnye uzikhohlisayo. Ukuba ubani kuni uba usisilumko kweli hlabathi, makabe sisidenge, ukuze abe sisilumko.

对照

探索 KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 3:18

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频