Kodwa umonwabisi, kwa UMOYA OYINGCWELE, oya kutunywa NGUBAWO egameni lam, yena uya kunifundisa zonke izinto, anikumbuze zonke izinto endazitetayo kuni.
Ivangeli ka‐Johane 14:26
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo