Ithe yona kum, Ubabalo lwam lukwanele; kuba amandla am azalisekiswa ekuswelekeni kwamandla. Ngoko ke sendiya kuqhayisa kamnandi kakhulu ngokuswela kwam amandla, ukuze ahlale phezu kwam amandla kaKristu.
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 12:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo