UYakobi

UYakobi

Iintsuku ezi 5

Esi sicwangciso sokufunda isahluko esinye ngosuku ngencwadi kaYakobi siya kucela umngeni kuwe ukuba ube ngumenzi weLizwi – ungabi ngumphulaphuli nje. Khuthazeka ukunyamezela izilingo, khetha amazwi akho ngononophelo, uxhathise kwisihendo, kwaye uthembele kuThixo ngobulumko bokuphila ukholo lwakho, ngokubonakalayo nangokuthobeka nokunyaniseka. Esi sicwangciso saphuhliswa yi-YouVersion.

Sithanda ukubulela Returning to the Gospel - Southern Africa ngokusinika esi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda undwendwele: https://returningtothegospel.com/