Kwabase-Efese

Iintsuku ezi 6
Incwadi kaPawulos eya kwabase-Efese yimbonakaliso echukumisayo yoxolelaniso, umanyano, ubabalo, kunye nenjongo kaThixo ngoluntu. Usuku lokuqala ukuya kolwesithathu kwesi sicwangciso sokufunda, zityhila konke uThixo akwenzele amakholwa kuyo yonke indawo, kwaye usuku lwesine ukuya kolwesithandathu, zityhila indlela esibizelwe ngayo ukuba siphile ngokusabela kukulunga kukaThixo okumangalisayo. Esi sicwangciso saphuhliswa yi-YouVersion.
Sithanda ukubulela Returning to the Gospel - Southern Africa ngokusinika esi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda undwendwele: https://returningtothegospel.com/