Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UZEKARIYA 8:13

UZEKARIYA 8:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kothi, njengoko benilutshabhiso ezintlangeni, ndlu kaYuda, nani ndlu kaSirayeli, ndénjenjalo ukunisindisa, nibe yintsikelelo; musani ukoyika, mazomelele izandla zenu.

Yabelana
Funda UZEKARIYA 8

UZEKARIYA 8:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

Bantu bakwaJuda nakwaSirayeli, benisoloko nisisigculelo seentlanga, kodwa ke ngoku ndiza kunihlangula nitsho nibe yintsikelelo. Ngoko ke yomelelani, izandla zenu zingawi.”

Yabelana
Funda UZEKARIYA 8

UZEKARIYA 8:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Njengoko nisuke naba sisiqalekiso ezintlangeni, ndlu kaYuda, nani ndlu kaSirayeli! ngoko ndiya kunisindisa, nibe yintsikelelo; musani ukoyika, mazomelele izandla zenu.

Yabelana
Funda UZEKARIYA 8

UZEKARIYA 8:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwakuya kuti, njengokuba nibe nisisiqalekiso pakati kwezizwe, ndlu ka‐Juda, nendlu ka‐Sirayeli! kwa njalo ndonisindisa, naniya kuba litamsanqeliso: ningoyiki, mazomelele izandla zenu.

Yabelana
Funda UZEKARIYA 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo