UZEKARIYA 2:5
UZEKARIYA 2:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba mna, utsho uYehova, ndiya kuba ludonga lomlilo macala onke nokukhanya ngaphakathi kuyo.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 2UZEKARIYA 2:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kuba ludonga lomlilo kuyo mna ngeenxa zonke, utsho uYehova; ndibe bubuqaqawuli phakathi kwayo.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 2UZEKARIYA 2:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndim ngokwam oya kuba ludonga lwayo lomlilo ndiyijikeleze, ubungangamsha bam bube ngaphakathi kwayo.’ Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.”
Yabelana
Funda UZEKARIYA 2