URUTE 4:14
URUTE 4:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bathi abafazi kuNahomi, Makabongwe uYehova ongakuyekelanga uswele umkhululi namhla; igama lakhe malivakale kwaSirayeli
Yabelana
Funda URUTE 4URUTE 4:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Abafazi balapho bathi kuNawomi: “Makabongwe uNdikhoyo ngokukupha umzukulwana onokujonga kuye! Belinga lingaba nodumo igama lakhe kwaSirayeli!
Yabelana
Funda URUTE 4