Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

URUTE 1:17

URUTE 1:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

apho ùfela khona, ndiya kufela khona, ndingcwatyelwe khona. Makenjenje uYehova kum, aphinde ukwenjenje: kukufa kodwa okuya kundahlula nawe.

Yabelana
Funda URUTE 1

URUTE 1:17 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndiya kufa apho ufa khona, ndingcwatyelwe apho nam. *UNdikhoyo aze andihlisele elona shwangusha xa ndinokwahlulwa nto nawe; ewe, nditsho nokufa!”

Yabelana
Funda URUTE 1

URUTE 1:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndiya kufela apho ufela khona, ndingcwatyelwe khona; Uya kwenjenjalo kum uYehova, nangakumbi, logama nje ukufa kusahlula kuni.

Yabelana
Funda URUTE 1

URUTE 1:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

apo uya kufa kona, kwa lapo ndiya kufa mna, nalapo ndiya kuncw̔atywa: UYEHOVA makenje njalo kum, alekele ukwenje njalo, ukuba akukukufa okuya kundahlukanisa nawe kupela!

Yabelana
Funda URUTE 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo