KWABASEROMA 9:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEROMA 9:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ekukokwabo ukwenziwa oonyana, nokuzukiswa, nokuphiwa iminqoqhiso, nokuwiswa komthetho, nenkonzo kaThixo, namadinga
KWABASEROMA 9:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli la kaloku uThixo wawenza oonyana bakhe, wabubonakalisa kuwo nobuqaqawuli bakhe. Wenza iminqophiso nawo, wawanika umthetho neyona ndlela yonqulo, wawenzela kwanezithembiso.
KWABASEROMA 9:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abangama‐Sirayeli; ekukokwabo ubunyana, nobungcwalisa, nengcebano, nokunikwa kwomteto, nesikonzo, namadinga
KWABASEROMA 9:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngoobani bona oonyana bakaSirayeli; ekukokwabo ukwenziwa oonyana, nokuzukiswa, nokuphiwa iminqophiso, nokuwiswa komthetho, nenkonzo kaThixo, namadinga