KWABASEROMA 8:32
KWABASEROMA 8:32 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Lowo, gxebe, ungamconganga owakhe uNyana, wesuka wamnikela ngenxa yethu sonke, angáthini na ukuba angasibabali ngazo zonke ezo zinto, ndawonye naye?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8KWABASEROMA 8:32 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yena kaloku akambandezanga owakhe uNyana, koko usuke wamnikela ngenxa yethu sonke. Angathini ke ukungasibabali asiphe zonke ezinye izinto?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8