Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 8:28

KWABASEROMA 8:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Siyazi ke ukuba zonke izinto zisebenziselana okulungileyo kwabo bamthandayo uThixo, kwababiziweyo ngokwengqibo yakhe.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:28 IBHAYIBHILE (XHO96)

Siyazi ke ukuba kuyo yonke imeko uThixo ubenzela okulungileyo abo bamthandayo, ababizwe ngokwenjongo yakhe.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:28 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Siyazi ke ukuba zonke izinto zisebenziselana okulungileyo kwabo bamthandayo uThixo, kwababiziweyo ngokwengqibo yakhe.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:28 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kanjako siyazi ukuba kwabo batanda UTIXO zonke izinto ziyasebenza kunye kube kokulungileyo, kwabo bangababiziweyo ngokwemvume yake.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:28

KWABASEROMA 8:28 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo