KWABASEROMA 8:27
KWABASEROMA 8:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke oziphengululayo iintliziyo uyakwazi into okuyiyo ukunyameka koMoya; ngokuba ubathethelela abangcwele ngokukaThixo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8KWABASEROMA 8:27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke uThixo oziphengululayo iintliziyo uyazazi iingcamango zoMoya, kuba kaloku uMoya uthethelela abantu bakaThixo ngokwentando kaThixo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8