Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 8:18

KWABASEROMA 8:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ndigqiba kwelithi, iintlungu zeli xesha lakalokunje azinakulinganiswa nobuqaqawuli obu buza kutyhilwa kuthi.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndigqiba kwelithi ezi ntlungu zangoku azinakufaniswa nobuncwane esiza kubuxhamla

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndigqiba kwelithi, iintlungu zeli xesha lakalokunje azinakulinganiswa nobuqaqawuli obu buza kutyhilwa kuthi.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba nditelekelelisa ukuba intlungu zelixesha lakaloku nje aziluto zakulinganiswa nobobungcwalisa buza kutyilwa kuti.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 8

KWABASEROMA 8:18

KWABASEROMA 8:18 XHO75KWABASEROMA 8:18 XHO75KWABASEROMA 8:18 XHO75KWABASEROMA 8:18 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo