Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 7:21-22

KWABASEROMA 7:21-22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ndifumana ngoko lo mthetho kum, ukuba kuthi, ndífuna ukukwenza okuhle, kusuke kubekho okubi kum. Kuba ndikholene nomthetho kaThixo ngokomntu ongaphakathi

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7

KWABASEROMA 7:21-22 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke ndibhaqa le nto apha kum: Kuthi xa ndifuna ukwenza into elungileyo, ndisuke ndonganyelwe kukwenza ububi. Ndiyawulangazelela umthetho kaThixo ngentliziyo

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7

KWABASEROMA 7:21-22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndifumana ngoko lo mthetho kum, wokuba kuthi, ndifuna ukwenza okulungileyo, kusuke kubekho okubi kum. Kuba ndikholene nomthetho kaThixo ngokomntu ongaphakathi

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7

KWABASEROMA 7:21-22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ndiyafumana ngoko lomteto, wokuba, nxa nditandayo ukwenza oko kulungileyo, oko kukohlakeleyo kuko ngakum. Ngokuba ndigcoba emtetweni KATIXO ngokwowapakati umntu

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo