Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 7:19

KWABASEROMA 7:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba okulungileyo endikuthandayo, andikwenzi; khona okubi, endingakuthandiyo, oko ndiyakwenza.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7

KWABASEROMA 7:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

Into elungileyo endithanda ukuyenza, andiyenzi; kodwa into embi endingathandi kuyenza, ndiyayenza.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7

KWABASEROMA 7:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba okulungileyo endikuthandayo, andikwenzi; khona okubi, endingakuthandiyo, oko ndiyakwenza.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7

KWABASEROMA 7:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba okulungileyo endikutandayo ndingakwenzi; koko okukohlakeleyo endingakutandiyo, oku ndikwenza.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo