KWABASEROMA 4:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEROMA 4:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, kulowo usebenzayo, umvuzo àwubalelwa ngokwaselubabalweni; ubalelwa ngokwasekubangweni.
KWABASEROMA 4:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umntu osebenzayo wamkela umvuzo oyimfanelo yakhe, ungesiso isipho.
KWABASEROMA 4:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku lowo usebenzayo, umvuzo awumbalelwa ukuba ngofefe, koko ukuba ngetyala
KWABASEROMA 4:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ke kaloku, kulowo usebenzayo, umvuzo awubalelwa ngokwaselubabalweni