KWABASEROMA 4:22 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEROMA 4:22 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoko kwabalelwa nokubalelwa ebulungiseni kuye.
KWABASEROMA 4:22 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungoko “wabalelwa ekubeni lilungisa nguThixo.”
KWABASEROMA 4:22 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza ngoko ke kwambalelwa kube kukulunga.
KWABASEROMA 4:22 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kungoko kwabalelwa nokubalelwa ebulungiseni kuye.