Yiya kumxholo

KWABASEROMA 3:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

KWABASEROMA 3:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kuthiweni na ke? Sinomkhusane na? Hayi, unakanye! Kuba besesiwamisele ityala amaYuda kwanamaGrike, lokuba baphantsi kwesono bonke

KWABASEROMA 3:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ke, ngaba thina maJuda silungile na kunabanye? Hayi, nakanye! Kaloku sendiwatyholile amaJuda kwanabezinye iintlanga ndisithi basesonweni bebonke

KWABASEROMA 3:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Yinina pofu? sibagqitisele na? Nakanye: ngokuba sise simisile ityala kwa kuma‐Juda nakuma‐Girike, lokuba onke apantsi kwesono

KWABASEROMA 3:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuthiweni na ngoko? Ngaba thina sibhetele kunabo? Hayi, nakanye! Kuba besesiwamisele ngenxa engaphambili amaYuda kwanamaGrike, ukuba baphantsi kwesono bonke