Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 3:22

KWABASEROMA 3:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

ubulungisa ke bukaThixo, obungokukholwa kuYesu Kristu, bube bobabo bonke, buphezu kwabo bonke abakholwayo

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3

KWABASEROMA 3:22 IBHAYIBHILE (XHO96)

Yona kukukholwa nokuzinikela kuYesu Krestu. UThixo ubenza amalungisa bonke abakholwayo kuYesu, kuba akanamkhethe.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3

KWABASEROMA 3:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

ubulungisa ke bukaThixo, obungokukholwa kuYesu Kristu, bube bobabo bonke, buphezu kwabo bonke abakholwayo

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3

KWABASEROMA 3:22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

kwa ubulungisa BUKATIXO ngalo ukolo luka‐Yesu Kristu ngakubo bonke napezu kwabo bonke abakolwayo; ngokuba kungeko ukwahluka

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo