Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 3:10-12

KWABASEROMA 3:10-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Akukho lungisa, hayi, nalinye; Akukho uqondayo; Akukho umfunisisayo uThixo! Bonke baphambukile; bephelele, àbancedi lutho; Akukho wenza okulungileyo; akukho nokude abe mnye. (INdum. 14:3)

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3

KWABASEROMA 3:10-12 IBHAYIBHILE (XHO96)

njengoko iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Akukho namnye ulilungisa; akukho mntu uqondayo; akukho umfunayo uThixo! Bonke bamfulathele; akukho yabo xa bebonke. Akukho wenza okulungileyo; hayi namnye!

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3

KWABASEROMA 3:10-12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Akukho lungisa, hayi, nalinye; Akukho uqondayo; akukho umfunisisayo uThixo. Bonke baphambukile, abancedi lutho xa bebonke; Akukho wenza okulungileyo, hayi, nokuba abe mnye.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3

KWABASEROMA 3:10-12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

njengokuba kuba̔liwe ukuti: Akuko olungileyo, hai namnye; akuko oqondayo, akuko ofuna UTIXO. Bapambukile bonke, bonakele kunye; akuko owenza okulungileyo, akuko noko amnye.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo