KWABASEROMA 2:28 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEROMA 2:28 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umYuda asingulowo unguye ngokwangaphandle, nolwaluko asilulo olo lwangaphandle enyameni
KWABASEROMA 2:28 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UmJuda asingomJuda ngokwangaphandle, nolwaluko asilulo olo lwangaphandle enyameni.
KWABASEROMA 2:28 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engengum‐Juda, lowo unguye ngokupandle; kanjako akukukwaluka, oko kupandle enyameni
KWABASEROMA 2:28 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba umYuda asingulowo unguye ngokwangaphandle; Nolwaluko asilulo olo lwangaphandle enyameni