KWABASEROMA 2:14 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEROMA 2:14 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa abeentlanga bathi, bengenamthetho, benze ngemvelo okomthetho, abo, bengenamthetho nje, bangumthetho kubo ngokwabo
KWABASEROMA 2:14 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu abangengomaJuda àbanawo umthetho kaMosis; kodwa xa bathe ngokwemvelo bahamba ngokomthetho, bangumthetho ngokwabo, nangona bengenawo umthetho kaMosis.
KWABASEROMA 2:14 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba okuya abaheyideni, abangenamteto, bazenza ngemvelo izinto zomteto, aba, nakuba bengenamteto, bangumteto kwa kubo ngokwabo
KWABASEROMA 2:14 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba xa abeentlanga abangenamthetho, besenza ngemvelo izinto ezisemthethweni, abo bengenawo umthetho, bangumthetho kubo ngokwabo