KWABASEROMA 2:13
KWABASEROMA 2:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kuba àsingabanela ukuba ngabaphulaphuli bawo umthetho, ábangamalungisa kuThixo; ngabenzi bawo umthetho abaya kugwetyelwa.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 2KWABASEROMA 2:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kuba àsingabanela ukuba ngabaphulaphuli bawo umthetho, ábangamalungisa kuThixo; ngabenzi bawo umthetho abaya kugwetyelwa.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 2KWABASEROMA 2:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku abantu abalungileyo ngokukaThixo asingabo abo bawuva nje umthetho bangayenzi into oyithethayo. Ngabo bayenzayo into eyalelwa ngumthetho abangamalungisa.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 2