KWABASEROMA 2:10 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEROMA 2:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kubekho uzuko ke, nembeko, noxolo, kubantu bonke abasebenza okulungileyo, kumYuda ukuqala, kwanakumGrike.
KWABASEROMA 2:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kubakho isidima newonga noxolo kubantu bonke abenza okulungileyo, kumJuda kuqala kwanakowolunye uhlanga ngokunjalo.
KWABASEROMA 2:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa kwobako ubungcwalisa, nembeko, noxolo, kubo bonke abakwenza okulungileyo, kwa kuwo ama‐Juda kuqala, nakuwo ama‐Girike
KWABASEROMA 2:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
kubekho uzuko ke, nembeko, noxolo, kubantu bonke abasebenza okulungileyo, kumYuda ukuqala, kwanakumGrike.