KWABASEROMA 16:20
KWABASEROMA 16:20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
uThixo ke woxolo uya kumtyumza uSathana kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nani. Amen.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 16KWABASEROMA 16:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UThixo ke woxolo uya kumtyumza uSathana kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nani.

Funda KWABASEROMA 16KWABASEROMA 16:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke uThixo, imbangi yoxolo, uya kumnyhasha kamsinya uSathana phantsi kweenyawo zenu. Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Krestu malube nani.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 16