Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 16:18

KWABASEROMA 16:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba abanjalo abakhonzi yona iNkosi yethu uYesu Kristu, bakhonza esabo isisu; baze, ngamazwi anencasa nalalanisayo, balukuhle iintliziyo zabangazani nabubi.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 16

KWABASEROMA 16:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ábanjalo àbakhonzi yona iNkosi yethu uKristu, bakhonza esabo isisu; baze, ngamazwi anencasa nalalanisayo, balukuhle iintliziyo zabangazani nabubi.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 16

KWABASEROMA 16:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Abantu abanjalo àbakhonzi yona iNkosi yethu uYesu Krestu. Hayi, basebenzela izisu zabo. Ngamazwi abo amnandi bayakhohlisa, balukuhle iintliziyo zabantu abanyulu.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 16

KWABASEROMA 16:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba abanjalo abakhonzi yona iNkosi yethu uYesu Kristu, bakhonza esabo isisu; baze, ngamazwi anencasa nalalanisayo, balukuhle iintliziyo zabangazani nabubi.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 16

KWABASEROMA 16:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba abanjalo bengakonzi INKOSI yetu u‐Yesu Kristu, koko bekonza isisu sabo; bati kanjalo ngamazwi amnandi nangeziteto ezibongayo bazilukuhle intliziyo zabangenamamenemene.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 16
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo