KWABASEROMA 14:11-12
KWABASEROMA 14:11-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba kubhaliwe kwathiwa, Ndihleli nje mna, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, Zidumise uThixo zonke iilwimi. (UIsaya 45:23) Ngoko ke elowo kuthi uya kuziphendulela kuThixo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 14KWABASEROMA 14:11-12 IBHAYIBHILE (XHO96)
kuba *iziBhalo zithi: “Ndingophilayo nje, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, zimdumise uThixo zonke iilwimi.” Ngoko ke sonke ngabanye siya kunika ingxelo phambi koThixo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 14