Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 12:2

KWABASEROMA 12:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kanjalo ningamilisi okweli phakade; manibe kumila kumbi ngokuhlaziyeka kwengqiqo yenu, ukuze nikucikide into okuyiyo ukuthanda kukaThixo okulungileyo, okukholekileyo, okuzalisekileyo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 12

KWABASEROMA 12:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Musani ke ukuthatha isimilo sabantu beli phakade, kodwa iingqondo zenu maziguquke zihlaziyeke, nize niyivume intando kaThixo, yona ilungileyo, ikholekileyo, igqibeleleyo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 12

KWABASEROMA 12:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Musani ke ukuthatha isimilo sabantu beli phakade, kodwa iingqondo zenu maziguquke zihlaziyeke, nize niyivume intando kaThixo, yona ilungileyo, ikholekileyo, igqibeleleyo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 12

KWABASEROMA 12:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

nize ningalinganisani nelilizwe likoyo, niti nibe nenziwe ngakumbi ngokuhlaziywa kwoluvo lwenu, ukuba niqiqe into iyiyo intando KATIXO elungileyo, ekolekieyo, efezekileyo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 12

KWABASEROMA 12:2

KWABASEROMA 12:2 XHO75KWABASEROMA 12:2 XHO75KWABASEROMA 12:2 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo