KWABASEROMA 12:19
KWABASEROMA 12:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ninggazipindezeleli ngokwenu, batandwa! niti ninike indawo kuwo umsindo; ngokuba kuba̔liwe ukuti: Kukokwam ukupindezela, kwobuyekezwa ndim; utsho UYEHOVA.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 12KWABASEROMA 12:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musani ukuziphindezelela, zint'anda; yikhweleleni ingqumbo; kuba kubhaliwe kwathiwa, Impindezelo yeyam, kuya kubuyekeza mna, itsho iNkosi.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 12KWABASEROMA 12:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zihlobo, musani ukuziphindezela ngokwenu. Impindezelo yiyekeleni ingqumbo kaThixo, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Impindezelo yeyam, kuya kubuyekeza mna, itsho iNkosi.”
Yabelana
Funda KWABASEROMA 12