KWABASEROMA 11:34
KWABASEROMA 11:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ngubani na oyazileyo ingqiqo yeNkosi? Ngubani na khona othe waba ngumcebisi wayo?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 11KWABASEROMA 11:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kanene: “Ngubani na owakha wayazi ingqiqo yeNkosi, ingubani na owakha waba ngumcebisi wayo?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 11