KWABASEROMA 10:14
KWABASEROMA 10:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Pofu boti nina ukubiza kulowo bangakolwanga kuye? boti nina nokukolwa kulowo abangamvanga? boti nina nokuva bengenamshumayeli?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 10KWABASEROMA 10:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bothini na ke ukumnqula lowo bangakholwanga kuye? Bothini na ke ukukholwa kulowo bangamvanga? Bothini na ke ukuva, kungekho mshumayeli?
Yabelana
Funda KWABASEROMA 10KWABASEROMA 10:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bangazibika njani kulowo bangàkholwayo kuye; bengakholwa njani bengevanga? Bangeva njani kungekho mntu ushumayelayo
Yabelana
Funda KWABASEROMA 10