KWABASEROMA 1:25
KWABASEROMA 1:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
bona bananiséle ubuxoki inyaniso kaThixo, basihlonela basikhonza isidalwa, begqitha kuMdali, ongowokubongwa kuse kuwo amaphakade. Amen.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Aba bantu ke bagqwethe inyaniso kaThixo ngobuxoki. Bahlonela isidalwa, basikhonze, baze bamlibale uMdali, yena ongowokubongwa ngonaphakade. *Amen.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1