Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 1:20

KWABASEROMA 1:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba kwasekudalweni kwehlabathi, iindawo zakhe ezibe zingenakubonwa zibonwa kakuhle, ziqondeke, ngezinto ezenziweyo, kwaamandla akhe angunaphakade, nobuThixo bakhe, ukuze bangabi nakuziphendulela.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:20 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku imo engabonwayo kaThixo – ndithetha amandla akhe angapheliyo kwanobuThixo bakhe – ibonakala kakuhle kwasekudalweni kwehlabathi. Kaloku iqondakala ngezinto azenzileyo uThixo. Ngenxa yoko abantu abanasiphephelo mpela.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:20 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba kwasekudalweni kwehlabathi, iindawo zakhe ezibe zingenakubonwa zibonwa kakuhle, ziqondeke, ngezinto ezenziweyo, kwa-amandla akhe angunaphakade, nobuThixo bakhe, ukuze bangabi nakuziphendulela

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

ngokuba izinto zake ezingabonekiyo ziqiqwa kwa sekudalweni kwelizwe, ziqondwa ngezinto ezenziweyo, kwa amandla ake angunapakade nobutixo bake; ukuze bangabi nakulandula

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:20

KWABASEROMA 1:20 XHO75KWABASEROMA 1:20 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo