KWABASEROMA 1:17
KWABASEROMA 1:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ngazo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo, buphuma elukholweni buse elukholweni, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Olilungisa ke uya kudla ubomi ngokokholo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ngazo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo, buphuma elukholweni buse elukholweni, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Olilungisa ke uya kudla ubomi ngokokholo. (UHabh. 2:4)
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngezi ndaba zimnandi kaloku kutyhilwa indlela uThixo asenza amalungisa ngayo: kungokholo qha, njengoko zitshoyo neziBhalo ukuthi: “Ngokholo lwakhe olilungisa uya kudla ubomi.”
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ngazo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo, buphuma elukholweni buse elukholweni, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Olilungisa ke uya kudla ubomi ngokokholo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1