Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 1:16

KWABASEROMA 1:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba andinazintloni ngazo iindaba ezilungileyo zikaKristu; kuba zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, umYuda kuqala, kwanomGrike.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Andinazintloni ngazo iindaba ezimnandi zikaKrestu. Zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, umJuda kuqala, kwanowolunye uhlanga ngokunjalo.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kaloku andinazintloni ngazo iindaba ezimnandi zikaKrestu, kuba zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, kumYuda kuqala, kwanakumGrike.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba ndingenantloni ngayo ivangeli ka‐Kristu: ngokuba ingamandla KATIXO lube lusindiswa kubo bonke abakolwayo; kwa kuye um‐Juda ukuqala, nakuye um‐Girike.

Yabelana
Funda KWABASEROMA 1

KWABASEROMA 1:16

KWABASEROMA 1:16 XHO75KWABASEROMA 1:16 XHO75KWABASEROMA 1:16 XHO75KWABASEROMA 1:16 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo