Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ISITYHILELO 9:5

ISITYHILELO 9:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Zanikwa igunya lokungababulali, bathuthunjelwe nje kodwa iinyanga ezintlanu; intuthumbo yazo yayinjengentuthumbo yoonomadudwane, xa athe wamhlaba umntu.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 9

ISITYHILELO 9:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Zazithunyelwe ukubathuthumbisa iinyanga ezintlanu ngobuhlungu obufana nolwamvila lukanomadudwane, kodwa zingabulali.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 9

ISITYHILELO 9:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Zanikwa igunya lokungababulali, kodwa bathuthunjelwe iinyanga ezintlanu; intuthumbo yabo yayinjengentuthumbo yoonomadudwane, xa athe wamhlaba umntu.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 9

ISITYHILELO 9:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwaye kunikwa kuzo ukuba zingababulali, koko ukuba bambelwe inyanga zibe ntlanu: nokumbela kwazo bekunjengako ukumbela kwonomadudwane, akuhlaba umntu.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 9
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo