ISITYHILELO 3:8
ISITYHILELO 3:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiyayazi imisebenzi yakho. Yabona, ndimise phambi kwakho ucango oluvulekileyo, akukho namnye unako ukuluvala; kuba ùthe, únamandla amancinane, waligcina ilizwi lam, akwalikhanyela igama lam.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3ISITYHILELO 3:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiyazazi iindlela zakho. Khangela ndibeke ucango oluvuliweyo phambi kwakho. Akukho bani unako ukuluvala. Ndiyazi ukuba amandlana onawo akangako, kodwa ulithobele ilizwi lam, àkwandikhanyela.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3