Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ISITYHILELO 3:2

ISITYHILELO 3:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Phapha, uzizimase izinto eziseleyo eziza kufa; kuba andiyifumananga izalisekile imisebenzi yakho phambi koThixo.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 3

ISITYHILELO 3:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Vuka, uhlaziye loo ntlantsana isahleliyo, hleze ife nayo! Akukho namnye umsebenzi wakho endiwufumene ugqibekile phambi kukaThixo.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 3

ISITYHILELO 3:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Phapha, uzizimase izinto eziseleyo eziza kufa; kuba andiyifumananga izalisekile imisebenzi yakho phambi koThixo.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 3

ISITYHILELO 3:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Yiba ulinda, uziqinise izinto eziseleyo, ezo ziza kufa: ngokuba ndingafumananga imisebenzi yako ukuba izalisekile ebusweni BUKATIXO.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo