ISITYHILELO 3:10
ISITYHILELO 3:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba waligcina ilizwi lomonde wam, nam ndiya kukugcina, ndikusindise kwilixa lokulingwa, eliza kuza phezu kwelimiweyo liphela, ukulinga abo bemiyo phezu kwehlabathi.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3ISITYHILELO 3:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngenxa yokuba uzingisile ekulithobeleni ilizwi lam elikubizela ekunyamezeleni, ndiza kukuhlangula kwishwangusha eliza ehlabathini lize kulinga bonke abantu.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3